1 Yookumkani 10:12 XHO96

12 Ngalo mthi wom-almugi ke ukumkani wenza iintsika zendlu kaNdikhyo kunye nezo zebhotwe lakhe, waza ngenxalenye yawo wenzela iimvumi iihapu nemirhubhe. Ongako wona ukuba mninzi um-almugi awuzange ukhe uziswe; ukusukela ngoko zange yabakho into enjalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 10

imbono 1 Yookumkani 10:12 kwimeko