1 Yookumkani 11:1 XHO96

1 Ke kaloku nangaphandle kwentombi yokumkani waseJiputa uSolomon wayenabafazi abaninzi beentlanga: abangamaMowabhi, ama-Amon, amaEdom, amaSidon, namaHiti.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:1 kwimeko