1 Yookumkani 11:2 XHO96

2 Wabathatha kwezo ntlanga wayewayale ngazo *uNdikhoyo amaSirayeli esithi: “Ze ningendiselani nazo, kuba ziya kunilukuhlela kwizithixo zazo,” kodwa ke yena uSolomon wasuka waqhogana nabo ngothando.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 11

imbono 1 Yookumkani 11:2 kwimeko