1 Yookumkani 12:1 XHO96

1 Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:1 kwimeko