2 Uthe ke akuyiva loo nto uJerobhowam unyana kaNebhati, wasuka wabuya apho eJiputa – kaloku wayeseJiputa oko wayebaleke ukumkani uSolomon.
funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12
imbono 1 Yookumkani 12:2 kwimeko