1 Yookumkani 12:32 XHO96

32 Wamisa imibhiyozo ngosuku lweshumi elinesihlanu kwinyanga yesibhozo njengalowo wawusenziwa kwaJuda, waza wenza amadini eqongeni. Le nto wayenza eBhetele, wawenzela amadini loo mathole wayewabumbile. Kananjalo eBhetele wamisa ababingeleli kwiinduli awayezimisile.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:32 kwimeko