1 Yookumkani 12:33 XHO96

33 Ngosuku lweshumi elinesihlanu kwinyanga yesibhozo, nyanga leyo wazikhethelayo, wenza amadini kwiqonga awayelakhe eBhetele. Ewe, amaSirayeli wawamisela loo mbhiyozo, naye waya eqongeni wanikela amadini.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:33 kwimeko