1 Yookumkani 13:4 XHO96

4 Akuluva udaba lwalo mfo wakwaThixo mayela nelo qonga laseBhetele, ukumkani uJerobhowam wolula isandla sakhe elapho eqongeni, wathi: “Mbambeni!” Kambe ke eso sandla sakhe awayesolulela kuloo ndoda sasuka sashwabana soma, akaba nako ukusibuyisela kuye kwakhona.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 13

imbono 1 Yookumkani 13:4 kwimeko