1 Yookumkani 14:20 XHO96

20 Walawula iminyaka emashumi mabini anambini, waza waphumla kooyise. Ezihlangwini zakhe ke kwangena unyana wakhe uNadabhi walawula.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 14

imbono 1 Yookumkani 14:20 kwimeko