1 Yookumkani 16:13 XHO96

13 Le nto ke wayenza ngenxa yezono ezenziwa nguBhayesha nonyana wakhe uEla, nangenxa yokuba uSirayeli bamlukuhlela esonweni, ngeso senzo ke bamxhokonxa uNdikhoyo, waza wakhathazeka uNdikhoyo uThixo kaSirayeli yimifanekiso yabo ephuthileyo yezithixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:13 kwimeko