1 Yookumkani 16:2 XHO96

2 “Ndakuphakamisa eluthulini, ndakwenza inkokheli yabantu bam amaSirayeli. Kambe ke wena suka wangena ekhondweni likaJerobhowam, wabalukuhlela esonweni abantu bam amaSirayeli. Ezo zono ke ziwuxhokonxile umsindo wam.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:2 kwimeko