1 Yookumkani 16:25 XHO96

25 Kambe ke uOmri lo wabalasela ukona kuNdikhoyo kunabo bonke ababengaphambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:25 kwimeko