1 Yookumkani 16:26 XHO96

26 Wathatha ikhondo likaJerobhowam unyana kaNebhati, wenza kwaeso sono sakhe, walukuhlela amaSirayeli kuso. Ngaloo mifanekiso iphuthileyo yezithixo wawuxhokonxa umsindo kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:26 kwimeko