1 Yookumkani 16:7 XHO96

7 Into eyezisa eli lizwi likaNdikhoyo ngomlomo kaYehu unyana kaHanani mayela noBhayesha nendlu yakhe, kungenxa yobubi awabenzayo nemikhwa eyamcaphukisayo uNdikhoyo, nokuhamba kwakhe ekhondweni likaJerobhowam, nokutshabalalisa indlu yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:7 kwimeko