1 Yookumkani 17:1 XHO96

1 Ke kaloku uEliya waseTishbhi eGiliyadi wathetha noAhabhi, wathi: “Ekho nje *uNdikhoyo uThixo kaSirayeli, lo ndimkhonzayo, kuza kubakho imbalela kungabikho mbethe namvula kule minyaka izayo kungengalo ilizwi lam.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 17

imbono 1 Yookumkani 17:1 kwimeko