1 Yookumkani 17:19 XHO96

19 UEliya waphendula wathi: “Mzise apha kum unyana wakho lowo!” Wamthatha ke apho kuloo mhlolokazi, waza waya naye kwigumbi eliphezulu, apho wayehlala khona, wafika wamlalisa kumandlalo wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 17

imbono 1 Yookumkani 17:19 kwimeko