1 Yookumkani 17:18 XHO96

18 Wabhekisa kuEliya umhlolokazi, wathi: “Undenza ntoni kodwa, mntundini kaThixo? Ngaba apha uze kundikhumbuza ngezono zam, ubulala unyana wam nje?”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 17

imbono 1 Yookumkani 17:18 kwimeko