1 Yookumkani 18:7 XHO96

7 Uthe ke esahamba uObhadiya, wadibana noEliya. UObhadiya wamnakana, waza wakhahlela, waguqa phantsi, wathi: “Ngaba ngenene nguwe na lowo, nkosi yam Eliya?”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:7 kwimeko