1 Yookumkani 19:3 XHO96

3 Akuluva olo daba uEliya woyika, wabaleka, esindisa ubomi bakhe. Uthe akufika eBheshebha kwelakwaJuda, walishiya khona ihlakani lakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:3 kwimeko