1 Yookumkani 19:4 XHO96

4 Ke yena wathatha uhambo lwemini enye, wangena entlango. Wathi ke akufumana umthi wonwele, wahlala phantsi kwawo, wathandazela ukuba afe. Wathi: “Kwanele ngoku, *Ndikhoyo! Buthathe ubomi bam; kuba andilunganga ukugqitha oobawo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:4 kwimeko