1 Yookumkani 2:40 XHO96

40 Akuyiva ke le nto, wabopha idonki yakhe, waya kuAkishe eGati, efuna loo makhoboka. Ke uShimeyi wawafumana apho eGati amakhoboka lawo, wabuya nawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 2

imbono 1 Yookumkani 2:40 kwimeko