1 Yookumkani 2:41 XHO96

41 Waxelelwa ke uSolomon ukuba uShimeyi uphume eJerusalem waya eGati, waza waphinda wabuya.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 2

imbono 1 Yookumkani 2:41 kwimeko