1 Yookumkani 20:12 XHO96

12 Olu daba lwamfikela uBhenadadi xa kanye yena nezo zikumkani babesela ezintenteni zabo. Ngoko nangoko wayalela umkhosi wakhe, wathi: “Kuf' ayayo, mawethu!” Baxhoba ke ukuze basihlasele isixeko eso.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:12 kwimeko