1 Yookumkani 20:13 XHO96

13 Ke kaloku ukumkani uAhabhi wakwaSirayeli wafikelwa *ngumshumayeli, wathi: “Utsho *uNdikhoyo ukuthi: ‘Uyayibona le nyambalala yomkhosi? Ewe, kanye namhlanje ndiza kuwunikela esandleni sakho, ukuze uqonde ukuba mna ndinguNdikhoyo.’ ”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:13 kwimeko