1 Yookumkani 20:15 XHO96

15 Ngoko ke uAhabhi wawabiza amajoni aselula aphantsi kweenjengele zamaphondo. Ayengamadoda angamakhulu amabini anamashumi amathathu anambini. Wawuhlanganisa emva kwawo umndilili wamaSirayeli ungabantu abamawaka asixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:15 kwimeko