1 Yookumkani 20:16 XHO96

16 Baphuma emini emaqanda, xa kanye uBhenadadi naloo mashumi mathathu anambini ookumkani abamncedisayo babesazihlalele ezintenteni zabo besela.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:16 kwimeko