1 Yookumkani 20:22 XHO96

22 Wafika umshumayeli lowa, wathetha nokumkani wakwaSirayeli, wathi: “Buyani nizihlaziye, nicwangcise ngenyameko, nihlale nomelele, kuba ukumkani wama-Aram lo uza kubuya aphinde anihlasele entlakohlaza.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:22 kwimeko