1 Yookumkani 20:23 XHO96

23 Kanti ke amaphakathi okumkani wama-Aram wona amcebisa athi: “Kaloku oothixo bamaSirayeli ngoothixo abahlala ezintabeni; yiyo le nto esongamele kangaka nje! Ukuba sinokulwa nawo emathafeni akuthandabuzeki ukuba singawoyisa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:23 kwimeko