1 Yookumkani 20:25 XHO96

25 Gaya umkhosi olingana nalowa besinawo, kube njalo emahashini nasezinqwelweni, ukuze sibe nako ukulwa namaSirayeli emathafeni. Xa siyenzile ke loo nto siya kuwongamela.” Ukumkani walamkela elo cebo, waza ke wenza njengoko.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:25 kwimeko