1 Yookumkani 20:26 XHO96

26 Entlakohlaza uBhenadadi wawuqokelela umkhosi wakhe, waza waphuma nawo ama-Aram, wajonga eAfeki, esiya kulwa namaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:26 kwimeko