1 Yookumkani 20:33 XHO96

33 Loo madoda ke aphawula ukuba loo mpendulo ibonakalisa ubuhlobo, aza akhawuleza athi: “Ewe, umntakwenu uBhenadadi!”Ukumkani ke wathi: “Hambani nize naye!”Weza ke uBhenadadi, waza uAhabhi wamkhwelisa enqwelweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:33 kwimeko