1 Yookumkani 3:12 XHO96

12 ke mna ke ndiza kukunika ngokwesicelo sakho. Ewe, ndiza kukupha intliziyo enobulumko nengqiqo ukuze ube yimbalasane kubo bonke abantu, kungaze kubekho mntu ufana nawe kwabaphile ngaphambi kwakho nabaya kulandela emva kwakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:12 kwimeko