1 Yookumkani 3:11 XHO96

11 Ngoko ke uThixo wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele ngolu hlobo, awazicelela ubomi obude okanye ubutyebi, awucelanga nokuba kubulawe iintshaba zakho, koko ucele ubuchule bokuthetha amatyala ngobulungisa,

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:11 kwimeko