1 Yookumkani 3:20 XHO96

20 Kwakuba njalo ke uvukile wachwechwa ezinzulwini zobusuku, weza kûba unyana wam ecaleni lam, mna ke sicakazana sakho ndilele thwii. Suka ke wathatha lo nyana wakhe ungasekhoyo wambeka esifubeni sam, lo wam wamncancisa kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:20 kwimeko