1 Yookumkani 3:21 XHO96

21 Ndithe ke ndakuvuka ngentsasa elandelayo, ndizama ukuncancisa usana lwam, lwaye lungasekho! Kuthe ke kwakukhanya ndamqwalasela, ndafumanisa ukuba lo asinguye unyana wam endimzeleyo.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:21 kwimeko