1 Yookumkani 3:22 XHO96

22 Omnye lo ke umfazi wathi: “Hayi bo! Lo mntwana uphilayo ngowam; owakho ngulo ufileyo.”Lo wokuqala ke umfazi wathi: “Unotshe! Owakho ngulo ufileyo; ngowam lo uphilayo!” Yaba yiloo mpikiswano ke apho phambi kokumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:22 kwimeko