1 Yookumkani 3:23 XHO96

23 Ukumkani ke wathi: “Oo! Lo uthi: ‘Ngunyana wam lo uphilayo, ngunyana wakho lo ufileyo;’ abe omnye esithi: ‘Hayi khona, ngunyana wakho lo ufileyo, owam ngulo uphilayo!’ ”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:23 kwimeko