1 Yookumkani 4:27 XHO96

27 Abalawuli bezithili yayingulowo nalowo enenyanga yakhe, bexhasa ukumkani uSolomon ngokudla okwakutyiwa ngabo bonke abalapho kwisithebe sakomkhulu. Babexhasa kungabikho nto ilambathayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 4

imbono 1 Yookumkani 4:27 kwimeko