1 Yookumkani 6:15 XHO96

15 Ngaphakathi iindonga zale ndlu wazambathisa ngamaplanga omsedare ukusuka phantsi emgangathweni kuye kuthi xhaxhe ngesilingi, waza phantsi phaya wandlala amaplanga ompayini.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 6

imbono 1 Yookumkani 6:15 kwimeko