1 Yookumkani 6:16 XHO96

16 Entla phaya apha endlwini wenza igumbi eliphakathi ekuthiwa yingcwele kangcwele. Laliziimitha ezilithoba ubude, lakhiwe ngamaplanga omsedare asuka emgangathweni athi xhaxhe ngesilingi phezulu.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 6

imbono 1 Yookumkani 6:16 kwimeko