1 Yookumkani 8:16 XHO96

16 ‘Ukusukela kwimini endabakhuphayo ngayo abantu bam amaSirayeli eJiputa, zange ndizikhethele sixeko nakwisiphi na isizwe sakwaSirayeli apho lalinokwakhelwa khona indlu igama lam; kambe ke ndinyule uDavide ukuze abalawule abantu bam amaSirayeli.’

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:16 kwimeko