1 Yookumkani 8:29 XHO96

29 Ubusuku nemini ngamana amehlo akho athi ntsho kuyo le ndlu. Kaloku yile wathetha ngayo usithi: ‘Igama lam liya kuba kuyo;’ Ke ngoko wuphulaphule umthandazo esiya kuthi isicaka sakho siwubhekise kule ndawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:29 kwimeko