1 Yookumkani 8:30 XHO96

30 Zibazele iindlebe izikhungo zesicaka sakho ndawonye nabantu bakho amaSirayeli xa umthandazo wabo bewubhekisa kule ndawo. Yiva wena usekhayeni lakho ezulwini; ewe, yiva, uvile uxolele.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:30 kwimeko