1 Yookumkani 8:53 XHO96

53 Kaloku wena wabatyumba phakathi kwazo zonke izizwe zehlabathi, ukuze babe lilifa lakho, nanjengoko watshoyo ngomlomo wesicaka sakho uMosis, ngokuya wena, Nkosi Ndikhoyo, wawukhulula oobawo kwelaseJiputa.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:53 kwimeko