Eyonqulo 14:30-31 XHO96

30-31 Emva koko wenza idini lokucamagushela isono ngelinye lamahobe okanye amavukuthu, aze ngelinye enze idini elitshiswayo, athathe nokutya oku. Uya kwenjenjalo ke ukumcamagushela kuNdikhoyo umntu onomlaza.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 14

imbono Eyonqulo 14:30-31 kwimeko