Eyonqulo 15:8 XHO96

8 Ukuba ithe yatshicela umntu loo ndoda ivuzayo, loo mntu yena kufuneka ahlambe impahla yakhe, ahlambe nomzimba, yaye uya kuba nomlaza de kutshone ilanga.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 15

imbono Eyonqulo 15:8 kwimeko