Eyonqulo 16:21 XHO96

21 Woyibeka izandla entloko, avume phezu kwayo bonke ububi obenziwe ngamaSirayeli, nokungeva kwawo, kunye nezono zawo zonke. Loo bhokhwe ithwaliswe zonke izono iya kukhatshelwa entlango ngumntu otyunjelwe loo nto.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 16

imbono Eyonqulo 16:21 kwimeko