Eyonqulo 16:24 XHO96

24 Uya kuhlamba umzimba endaweni ekhethekileyo, aze anxibe impahla yakhe eqhelekileyo. Emva koko uya kuphumela ngaphandle, anikele idini elitshiswayo lokucamagushela izono zakhe nelokucamagushela izono zesizwe.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 16

imbono Eyonqulo 16:24 kwimeko