Eyonqulo 17:14 XHO96

14 Kaloku igazi libubomi bayo yonke into ephilayo. Kungenxa yoko ke uNdikhoyo athe kumaSirayeli makangayityi inyama yento engophanga, yaye nabani na oyityayo uya kusikwa ebantwini bakaThixo.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 17

imbono Eyonqulo 17:14 kwimeko