10 Ungaze uhlangane nomzukulwana wakho; linyala elo.
11 Ungaze uhlangane nentombi yeqadi; ngudade wenu lowo.
12 Ungaze uhlangane nodade boyihlo
13 okanye unyokokazi.
14 Ungaze uhlangane nomka-yihlo-mncinci okanye kanyokolume.
15 Ungaze uhlangane nomolokazana wakho,
16 okanye umka-mntakwenu.